1 Kwabasetesalonika 2:14 XHO75

14 Kuba nina, bazalwana, naba ngabaxelisa amabandla kaThixo akwelakwaYuda, akuKristu Yesu; ngokuba neva kwaobo bunzima nani ngabesizwe sakowenu, babuváyo nabo ngokwabo kuwe amaYuda;

funda isahluko epheleleyo 1 Kwabasetesalonika 2

imbono 1 Kwabasetesalonika 2:14 kwimeko