1 Kwabasetesalonika 2:4 XHO75

4 Sithi, njengoko sicikidiweyo nguThixo, ukuba siphathiswe iindaba ezilungileyo, senjenjalo ukuthetha; singangi sikholisa abantu, kuba sikholisa uThixo ozicikidayo iintliziyo zethu.

funda isahluko epheleleyo 1 Kwabasetesalonika 2

imbono 1 Kwabasetesalonika 2:4 kwimeko