1 Kwabasetesalonika 3:6 XHO75

6 Ngoku ke uTimoti, efikile nje kuthi evela kuni, wasishumayeza iindaba ezilungileyo zokholo nezothando lwenu; nokuba nihlala ninokusikhumbula okuhle, nilangazelela ukusibona, kwanjengokuba nathi silangazelela ukunibona.

funda isahluko epheleleyo 1 Kwabasetesalonika 3

imbono 1 Kwabasetesalonika 3:6 kwimeko