1 Kwabasetesalonika 4:1 XHO75

1 Elokugqiba ngoko, bazalwana, siyanicela siniyala siseNkosini uYesu, ukuba nithi, njengokuba nakwamkelayo kuthi, okokuba nimelwe kukuthini na ukuhamba nokumkholisa uThixo, nikhule kuko ngakumbi.

funda isahluko epheleleyo 1 Kwabasetesalonika 4

imbono 1 Kwabasetesalonika 4:1 kwimeko