1 Kwabasetesalonika 4:6 XHO75

6 ukuba kungabikho ugqithisayo, amlumkise umzalwana wakhe emcimbini lowo; ngenxa enokuba iNkosi ngumphindezeli wazo zonke ezi zinto, njengoko sasinixelele ngenxa engaphambili, saniqononondisa.

funda isahluko epheleleyo 1 Kwabasetesalonika 4

imbono 1 Kwabasetesalonika 4:6 kwimeko