2 Kapetros 2:1 XHO75

1 Ke kaloku, kwakukho nabaprofeti ababuxoki phakathi kwabantu; njengokuba naphakathi kwenu kuya kubakho abafundisi ababuxoki, bona baya kungenisa bucala amahlelo entshabalalo, bemkhanyela uMnini-nto-zonke owabathengayo, bezizisela intshabalalo emsinya.

funda isahluko epheleleyo 2 Kapetros 2

imbono 2 Kapetros 2:1 kwimeko