8 Le nto ke inye mayingafihlakali kuni, zintanda, ukuba phambi kweNkosi imini enye injengeminyaka eliwaka, neminyaka eliwaka injengemini enye.
funda isahluko epheleleyo 2 Kapetros 3
imbono 2 Kapetros 3:8 kwimeko