10 Ngenxa yoko izinto zonke ndiyazinyamezela ngenxa yabo abanyulwa, ukuze nabo bamkele usindiso olukuKristu Yesu, ndawonye nozuko olungunaphakade.
funda isahluko epheleleyo 2 Kutimoti 2
imbono 2 Kutimoti 2:10 kwimeko