2 Kutimoti 4:1 XHO75

1 Ndiyaqononondisa mna ngoko emehlweni kaThixo, neNkosi yethu uYesu Kristu, oza kugweba abaphilileyo nabafileyo, kwanangokubonakala kwakhe nobukumkani bakhe:

funda isahluko epheleleyo 2 Kutimoti 4

imbono 2 Kutimoti 4:1 kwimeko