Ekayakobi 3:4 XHO75

4 Yabona, nayo imikhombe, ímikhulu kangaka nje, íqhutywa nje yimimoya enamandla, ijikwa ngomthi wokujika omncinanana, iye apho sukuba umlawuli angxamele ukuba ingaya ngakhona.

funda isahluko epheleleyo Ekayakobi 3

imbono Ekayakobi 3:4 kwimeko