Ekayakobi 3:6 XHO75

6 Nolwimi olu ngumlilo, lihlabathi elizele kukungalungisi; lunjalo ulwimi ukuhlala phakathi kwamalungu ethu. Lona luyawudyobha umzimba uphela, luvuthisa intenda yobomi; lona ke luvuthiswa sisihogo somlilo.

funda isahluko epheleleyo Ekayakobi 3

imbono Ekayakobi 3:6 kwimeko