Ekayuda 1:3 XHO75

3 Zintanda, ndikukhuthalele ngenyameko yonke nje ukunibhalela ngalo usindiso esidlelana ngalo, kwafuneka ukuba ndinibhalele, ndinivuselele, ukuba niluzamele ukholo abalunikelwáyo kwakanye abangcwele.

funda isahluko epheleleyo Ekayuda 1

imbono Ekayuda 1:3 kwimeko