5 ngokuba uYohane okunene wabhaptiza ngamanzi; kodwa nina niya kubhaptizwa ngoMoya oyiNgcwele, kungekabi kade emva kwezi ntsuku.
funda isahluko epheleleyo Izenzo 1
imbono Izenzo 1:5 kwimeko