Izenzo 10:17 XHO75

17 Ke kaloku, xa uPetros wayethingaza ngaphakathi kwakhe, ukuba ungaba uyintoni na umbono lo awubonileyo, kwasuka kwathi gqi amadoda abethunyiwe evela kuKorneli, ebuza indlu kaSimon, emi esangweni;

funda isahluko epheleleyo Izenzo 10

imbono Izenzo 10:17 kwimeko