Izenzo 10:21 XHO75

21 Wehla ke uPetros, waya kuwo amadoda abethunyiwe kuye evela kuKorneli, wathi, Niyabona, ndingulowo nimfunayo; ngumcimbi mni na enize ngawo?

funda isahluko epheleleyo Izenzo 10

imbono Izenzo 10:21 kwimeko