Izenzo 11:26 XHO75

26 wathi akuba emfumene, wamsa kwa-Antiyokwe. Kwathi ke, umnyaka uphela, bahlangana nebandla, bafundisa inani elaneleyo. Kananjalo abafundi baqala ukubizwa ukuba ngamaKristu kwa-Antiyokwe.

funda isahluko epheleleyo Izenzo 11

imbono Izenzo 11:26 kwimeko