Izenzo 12:14 XHO75

14 Silazile ke izwi likaPetros, asilivulanga isango, ngenxa yokuvuya; sabalekela ke phakathi, saxela ukuba uPetros umi phambi kwesango.

funda isahluko epheleleyo Izenzo 12

imbono Izenzo 12:14 kwimeko