Izenzo 12:17 XHO75

17 Uwangawangisile ke ngesandla kubo, ukuba bathi cwaka, wabacacisela ukumkhupha kwayo iNkosi entolongweni. Wathi ke, Babikeleni ooYakobi nabazalwana ezi zinto. Waphuma waya kwenye indawo.

funda isahluko epheleleyo Izenzo 12

imbono Izenzo 12:17 kwimeko