Izenzo 12:1-2 XHO75

1-2 Ke kaloku, ngelo xesha uHerode ukumkani wabesa izandla abathile balo ibandla, ukuba abaphathe kakubi; wambulala ke uYakobi, umzalwana kaYohane, ngekrele.

funda isahluko epheleleyo Izenzo 12

imbono Izenzo 12:1-2 kwimeko