Izenzo 12:7 XHO75

7 Yabona, naso isithunywa seNkosi, sisithi gaga phezu kwakhe, kwakhanya nokukhanya kwelo gumbi lentolongo; sambetha ecaleni uPetros, samvusa, sisithi, Phakama msinya. Yawa imixokelelwane yakhe ezandleni.

funda isahluko epheleleyo Izenzo 12

imbono Izenzo 12:7 kwimeko