Izenzo 13:11 XHO75

11 Uyabona, nangoku isandla seNkosi siphezu kwakho; ùya kuba yimfama, kube mzuzu ungaliboni ilanga.Kwalapho ke wawelwa lurhatyazo nobumnyama; wayephamzela, efuna abangamrhola ngesandla.

funda isahluko epheleleyo Izenzo 13

imbono Izenzo 13:11 kwimeko