Izenzo 13:33 XHO75

33 zokokuba uThixo ulizalisile lona kuthi, bantwana babo, ngokumvusa uYesu; njengokuba nakwiNdumiso yesibini kubhaliwe kwathiwa, Wena unguNyana wam, ndikuzele mna namhla.

funda isahluko epheleleyo Izenzo 13

imbono Izenzo 13:33 kwimeko