Izenzo 14:13 XHO75

13 Kuthe ke umbingeleli kaZeyus, obephambi komzi wabo, wazisa iinkunzi zeenkomo nezidanga zeentyantyambo emasangweni, wafuna ukubingelela, kunye neendimbane.

funda isahluko epheleleyo Izenzo 14

imbono Izenzo 14:13 kwimeko