25 Bathi, belithethile ilizwi ePerga, behla baya kwa-Atali.
26 Besuka khona apho ngomkhombe, baya kwa-Antiyokwe, apho babenikelwe khona elubabalweni lukaThixo, ukuba baye emsebenzini, lo ke bawufezileyo.
27 Befikile ke, balihlanganisa ibandla, balibikela oko zingako izinto awazenzayo uThixo enabo, nokokuba iintlanga wazivulela ucango lokholo.
28 Balíbala ke khona apho ixesha elingelincinane, ndawonye nabafundi.