Izenzo 15:12 XHO75

12 Yathi cwaka ke yonke inkitha yabantu, yaphulaphula ooBharnabhas noPawulos, becacisa oko yayingako imiqondiso nezimanga, awazenzáyo uThixo phakathi kwazo iintlanga ngabo.

funda isahluko epheleleyo Izenzo 15

imbono Izenzo 15:12 kwimeko