Izenzo 2:22 XHO75

22 Madoda, maSirayeli, waveni la mazwi: UYesu waseNazarete, indoda eqondakalisiweyo nguThixo kuni ngemisebenzi yamandla, nangezimanga, nangemiqondiso, awayenzayo uThixo ngayo phakathi kwenu, njengokuba nisazi nani ngokwenu:

funda isahluko epheleleyo Izenzo 2

imbono Izenzo 2:22 kwimeko