Izenzo 20:16 XHO75

16 Kuba uPawulos wagqiba kwelokuba kudlulwe ngomkhombe e-Efese, ukuze angabi nakwenza xesha lide kwelaseAsiya; kuba wayekhawulezele ukuthi, ukuba unako, awenze umhla wepentekoste* eYerusalem.

funda isahluko epheleleyo Izenzo 20

imbono Izenzo 20:16 kwimeko