Izenzo 20:3 XHO75

3 Wenza apho iinyanga zantathu.Uthe ke, kwakwenziwa iyelenqe ngaye ngamaYuda, xa aza kuya ngomkhombe kwelaseSiriya, wagqiba kwelokuba acande kwelaseMakedoni ngokubuya.

funda isahluko epheleleyo Izenzo 20

imbono Izenzo 20:3 kwimeko