Izenzo 20:32 XHO75

32 Kungoku, bazalwana, ndiyaniyaleza kuThixo nakwilizwi lobabalo lwakhe, onako ukunakha, aninike ilifa phakathi kwabo bonke abangcwalisiweyo.

funda isahluko epheleleyo Izenzo 20

imbono Izenzo 20:32 kwimeko