Izenzo 20:9 XHO75

9 Kwakuhleli ke efestileni ndodana ithile ingama linguYutiko, isindwa bubuthongo obukhulu. Akubon' ukuba ke uPawulos kukade exoxa, yoyiswa bubuthongo, yawa phantsi isuka kolwesithathu udidi, yafunqulwa ifile.

funda isahluko epheleleyo Izenzo 20

imbono Izenzo 20:9 kwimeko