Izenzo 21:13 XHO75

13 Waphendula ke uPawulos, wathi, Nenzani na ukulila niyityumze intliziyo yam? kuba mna ndingàlungele kubotshwa kodwa; ndilungele nokufa eYerusalem, ngenxa yegama leNkosi uYesu.

funda isahluko epheleleyo Izenzo 21

imbono Izenzo 21:13 kwimeko