Izenzo 21:21 XHO75

21 Atyelwe ke ngawe, ukuba uyawafundisa onke amaYuda aphakathi kweentlanga, ukuba ahlukane noMoses, usithi, makangabalusi abantwana bawo, angahambi ngawo amasiko.

funda isahluko epheleleyo Izenzo 21

imbono Izenzo 21:21 kwimeko