Izenzo 21:40 XHO75

40 Ke kaloku, akubon' ukuba umvumele, wema uPawulos ematyeni okunyuka, wawangawangisa ngesandla kubo abantu. Kwakuthiwa cwaka kakhulu, wadanduluka ngentetho yesiHebhere, esithi:

funda isahluko epheleleyo Izenzo 21

imbono Izenzo 21:40 kwimeko