22 Bamphulaphula ke, wada wafika kwelo lizwi, baza baphakamisa izwi labo besithi, Msuseni emhlabeni umntu onje; kuba akufanelekile ukuba adle ubomi.
funda isahluko epheleleyo Izenzo 22
imbono Izenzo 22:22 kwimeko