Izenzo 22:8 XHO75

8 Ndaphendula ke mna ndathi, Ungubani na, Nkosi? Yathi kum, Mna ndinguYesu waseNazarete, omtshutshisayo wena.

funda isahluko epheleleyo Izenzo 22

imbono Izenzo 22:8 kwimeko