Izenzo 23:21 XHO75

21 Ke wena uze ungoyisakali ngawo; kuba kuwo apho úlalelwe ngamadoda angaphezu kwamashumi amané, azibophileyo ngeziqalekiso, ukuba angadli angaseli ade ambulale; nangoku aselelungile, elinde idinga elivela kuwe.

funda isahluko epheleleyo Izenzo 23

imbono Izenzo 23:21 kwimeko