Izenzo 23:27 XHO75

27 Le ndoda yayibanjwe ngamaYuda, iza kubulawa ngawo; koko ndathi gaxa kuwo ndinomkhosi, ndayihlangula, ndakùqonda ukuba ingumRoma.

funda isahluko epheleleyo Izenzo 23

imbono Izenzo 23:27 kwimeko