Izenzo 23:5 XHO75

5 Wathi uPawulos, Bendingazi, bazalwana, ukuba ungumbingeleli omkhulu; kuba kubhaliwe kwathiwa, Uze ungathethi kakubi ngomphathi wabantu bakowenu.

funda isahluko epheleleyo Izenzo 23

imbono Izenzo 23:5 kwimeko