Izenzo 24:25 XHO75

25 Akubon' ukuba ke uthetha ngobulungisa, nokuzeyisa, nangogwebo oluza kubakho, wangenwa kukoyika uFelikis, waphendula wathi, Hamba okwakalokunje: ke ndakùzuza ithuba, ndokubiza uze.

funda isahluko epheleleyo Izenzo 24

imbono Izenzo 24:25 kwimeko