Izenzo 26:29 XHO75

29 Wathi ke uPawulos, Ndithandaza kuThixo, ukuba ingabi nguwe wedwa, ibe ngabo bonke abandivayo namhlanje, abaya kuthi, nangokuncinane nangokukhulu, babe njengam nje, ngaphandle kwezi ntambo.

funda isahluko epheleleyo Izenzo 26

imbono Izenzo 26:29 kwimeko