Izenzo 27:21 XHO75

21 Emva kokuzila ukudla ixesha elide, wesuka wema uPawulos phakathi kwabo, wathi, Hina madoda, ninge naniphulaphule kum, ananduluka eKrete, nizuzane nale nkxwaleko noku konakala.

funda isahluko epheleleyo Izenzo 27

imbono Izenzo 27:21 kwimeko