Izenzo 27:41 XHO75

41 Bakuba ke begaxeleke endaweni enolwandle ngeenxa zombini, wangqubeka khona umkhombe; umphambili wagxumekeka khona, wahlala awashukuma; ke sona isinqe saqhekeka ngamandla amaza.

funda isahluko epheleleyo Izenzo 27

imbono Izenzo 27:41 kwimeko