Izenzo 3:22 XHO75

22 Kuba uMoses okunene wathi koobawo, INkosi uThixo wenu iya kunivelisela umprofeti kubazalwana benu, onjengam nje; ze nimve yena kuzo zonke izinto asukuba eya kuzithetha kuni.

funda isahluko epheleleyo Izenzo 3

imbono Izenzo 3:22 kwimeko