13 Ke kaloku, bakùbona ukungafihlisikuthetha koPetros noYohane, beqiqa nokuba ngabantu abangenamfundo, abangenakwazi, bamangaliswa; babaqonda ukuba babenaye uYesu.
funda isahluko epheleleyo Izenzo 4
imbono Izenzo 4:13 kwimeko