Izenzo 4:21 XHO75

21 Bathe ke bona, beqokele ngokubasongela, babandulula; bengafumani sizathu bangababetha ngaso, ngenxa yabantu; ngokuba bonke babemzukisa uThixo ngoko kwakuhlile.

funda isahluko epheleleyo Izenzo 4

imbono Izenzo 4:21 kwimeko