Izenzo 5:25 XHO75

25 Azi, ingaba yintoni na le nto? Wafika ke othile, wababikela esithi, Yabonani, amadoda lawa beniwafake entolongweni, nangaya etempileni, emi efundisa abantu.

funda isahluko epheleleyo Izenzo 5

imbono Izenzo 5:25 kwimeko