Izenzo 7:23 XHO75

23 Kuthe ke, kwakuzaliseka kuye ixesha leminyaka engamashumi amané, kwathi qatha entliziyweni yakhe ukukha aye kuvelela abazalwana bakhe, oonyana bakaSirayeli.

funda isahluko epheleleyo Izenzo 7

imbono Izenzo 7:23 kwimeko