Izenzo 7:26 XHO75

26 Kananjalo ngengomso wabonakala kubo besilwa, wabanyanzela ukuba baxolisane, esithi, Madoda, niyazalana nina; yini na ukuba nonane?

funda isahluko epheleleyo Izenzo 7

imbono Izenzo 7:26 kwimeko