43 Nathwala umnquba kaMoleki,Nenkwenkwezi yothixo wenu uRemfan,Imifanekiso ke leyo enayenzayo ukuba niqubude kuyo;Ndaye ke ndiya kunifudusela ngaphaya kweBhabheli.(UAm. 5:25-27)
funda isahluko epheleleyo Izenzo 7
imbono Izenzo 7:43 kwimeko