Izenzo 7:5 XHO75

5 Akamnika lifa kuwo, kwanendawo engangonyawo; kodwa wambeka ngedinga lokuba uya kumnika ube ngowakhe, nembewu yakhe emva kwakhe, phofu engekabi namntwana.

funda isahluko epheleleyo Izenzo 7

imbono Izenzo 7:5 kwimeko